lirikku.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #
.

Ngomso - Zonke Lyrics


By: Admin | Artist: Z zonke | Published: 2024-23-09T10:21:11:00+07:00
Ngomso - Zonke LyricsLirikku.ID - Ngomso - Zonke Lyrics: Halo Lirikku.ID, Dalam konten ini, kami menyediakan chord gitar untuk lagu "Ngomso - Zonke Lyrics" yang dinyanyikan oleh Toton Z zonke. Dengan chord yang disajikan, pemula atau penggemar musik dapat dengan mudah memainkan lagu ini dengan gitar mereka sendiri. Kami menyajikan chord dengan akurasi tinggi sehingga pemain dapat mengikuti alunan musiknya dengan baik. Juga, kami akan memberikan informasi tambahan mengenai lirik lagu dan mungkin beberapa tips untuk menyempurnakan permainan gitar. Konten ini cocok untuk penggemar musik yang ingin belajar lagu baru atau bagi mereka yang ingin menikmati kesenangan bermain musik dengan gitar. Silahkan disimak Ngomso - Zonke Lyrics Berikut Dibawah ini untuk Selanjutnya.

ngomso lyrics
[verse 1]
latshon’ ilanga, umhla nezolo
umhla nezolo, ungadubuye
latshon’ ilanga, imihla nezolo
imihla nezolo, ayudubuye

latshon’ ilanga, umhla nezolo
umhla nezolo, ungadubuye
ndikwenzentoni na
ngoba undithembisile
wathi uzobuya ungcono
wena ngomso lam’

[chorus]
uthe uzobuya ngomso
uzobuya ngomso
now what am i gonna do
ngoba ngomso lam
uthe uzobuya ngomso
uzobuya ngomso
now what am i gonna do
what am i to do?

[verse 2]
imini zami zigcwele ubumnyana
andifuni nokwuyiphetha ngoma ndiyaphambana
xa ndicinga abantabam’
nezithembiso zami
ndizothini na
ndikwenzentoni na
ngoba ndijonge wena
kwe yambambezela
bendingazi nak’ uqamb’amanga na

[chorus]
uthe uzobuya ngomso
uzobuya ngomso
now what am i gonna do?
ngoba ngomso lam’
uthe uzobuya ngomso
uzobuya ngomso
now what am i gonna do?
what am i to do?

[verse 3]
uhambo lwakho lundibangel’ usizi
lundimangalide
andazi mandithini na
ubulithemba iam’
uk*msenxiwili
ndisezincingeni

[chorus]
buya ngomso
uzobuya ngomso
uthe uzobuya ngomso
uzobuya ngomso
now what am i gonna do?
ngoba ngomso lam’
[outro]
dali uzobuya
eyi uzobuya
ngob’ uzobuya
now what i am…
what i am…
what i am to do

uthe uzobuya
eyi uzobuya
hayi uzobuya
ngob’ uzobuya
what i am…
what i am…
oh what i am to do

uthe uzobuya
hayi uzobuya
eyi uzobuya


Saksikan Video Ngomso - Zonke Lyrics Berikut ini..


Random Song Lyrics :

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...

LIRIK YANG LAGI HITS BULAN INI

Loading...